Background: The current Ethiopian health service delivery system is structured into 
three-tier systems. This includes primary, secondary, and tertiary-level healthcare tier 
systems. The administrative structure of the immunisation program in Ethiopia is 
based on the administrative structure of the country from the federal and down to the 
district and primary health care unite level.
Purpose: The purpose of this study was to develop guidelines to optimize childhood 
immunisation programs in the pastoralist community of Somali Region, Ethiopia. 
Methods: The researcher employed an explanatory sequential mixed method 
technique combining quantitative and qualitative research designs. Three hundred 
(300) respondents and 64 health facilities were chosen from the quantitative designs 
at Shebele zones in Somali region using multi-stage cluster sampling and simple 
lottery methods respectively, while 12 participants in the qualitative designs were 
selected through purposive sampling methods. For quantitative and qualitative 
approaches, data were analysed using the Statistical Package for Social Sciences 
(SPSS) 25.0 version and Atlas ti 8, respectively.
Results
Quantitative results: Overall, 285(94.9%) of the 300 respondents had ever heard of 
immunisation. Less than half, 139(46.3%) the average value of knowledge indicators 
was below that of the respondents. Among children who had ever been vaccinated for 
regular vaccination, 184(79%) of parents/caregivers had child vaccination cards. The 
overall proportion of children, who received valid full vaccination was 81(27%), partially 
vaccinated 39(13%) and not vaccinated 180(60%). The findings revealed long 
distances to the place of immunisation 56(19%), bad rumours 89(30%), and long
waiting time 55(18.3%) as some of the major barriers to not vaccinating children. From 
the observed 64 health facilities, 46%, 67%, and 64% have at least one trained health 
staff, available to reach every district or community (RED/C) and Micro-plan to provide 
specific vaccines respectively. Almost half 30(47%) of healthcare facilities have an 
equal number of Auto-Disable (AD) and re-constitution syringes, and more than three 
quarter 51(80%) of refrigerator temperatures were monitored twice daily. 
Qualitative results: Four themes emerged from the data including challenges with 
immunisation system, low immunisation coverage, low knowledge of 
parents/caregivers on vaccination, and low community involvement on vaccination 
service.
Conclusion The qualitative findings were used to create a concrete understanding of 
the study topic. The investigator developed immunisation guidelines to improve 
childhood immunisation programs in pastoralist communities and guided healthcare 
professionals and immunisation implementing partners in improving immunisation 
coverage and reducing the number of unimmunised children.
 
Imeko-bume/Imvelaphi : Inkqubo yangoku/ yanamhlanje yokunikezelwa kwenkonzo 
yezempilo yase-Ethiopia inamanqanaba amathathu esakhiwo, oko kukuthi 
ukhathalelo lwezempilo olusisiseko, ukhathalelo olukwinqanaba lesibini kunye 
nelesithathu. Ubume bolawulo benkqubo yokugonywa e-Ethiopia busekwe kubume 
bolawulo belizwe ukusuka kumdibaniso/kubufederali ukuya kutsho kwinqanaba 
leyunithi yokhathalelo lwempilo esisiseko. 
Injongo: Injongo yolu phononongo yayikukuphuhlisa izikhokelo zokuphucula iinkqubo 
zokugonywa kwabantwana kuluntu lwasezifama/lwasemaphandleni kuMmandla 
waseSomalia, e-Ethiopia. 
Iimethodi/ iindlela zokuqhuba uphononongo:Umphandi usebenzise ubuchule 
bendlela yolandelelwano echazayo nexubileyo edibanisa uyilo lobungakanani kunye 
noyilo olusemgangathweni lophando. Abaphenduli abangama-300 kunye namaziko 
ezibonelelo zezempilo ezingama-64 zakhethwa kuyilo lobungakanani ngokwenani
kwiindawo yommandla owenzelwe injongo ethile (zones) eShebele kwiNgingqi 
yaseSomalia kusetyenziswa ingqokelela yeesampulu zamaqela ezinezigaba ezininzi 
kunye neendlela ezilula kukhethwa ngokwamanani abawanikiweyo 
ngokungakhethiyo. Abathathi-nxaxheba aba-12 kuyilo olusemgangathweni
bakhethwa ngeendlela zesampulu ngokunenjongo. Kwiindlela zobungakanani kunye 
nezisemgangathweni, idatha yahlalutywa kusetyenziswa uhlobo lwe 25.0 lwe-SPSS 
kunye ne-ATLAS.ti 8, ngokulandelanayo.
Iziphumo
Iziphumo zobungakanani: Kukonke, ama-285 (94.9%) kwabangama-300 abathe 
baphendula baye beva ngogonyo. Ngaphantsi kwesiqingatha, i-139 (46.3%), umyinge 
wezalathisi zolwazi kwinani elimelweyo lalingaphantsi kwelo labaphenduli. 
Kubantwana abakhe bagonywa ngokugonywa rhoqo, i-184 (79%) 
yabazali/abanonopheli babenamakhadi okugonya abantwana. Inani lilonke 
labantwana abafumene ugonyo olupheleleyo ngama-81 (27%), abangama-39 (13%) 
baye bagonywa ngokuyinxenye(ngokungaphelelanga) kwaye abangama-180 (60%) 
abazange bagonywa .Iziphumo zityhila imigama emide ukuya kwindawo yogonyo (56; 
19%), amarhe amabi (89; 30%) kunye nexesha elide lokulinda (55; 18.3%) 
njengeminye yemiqobo ephambili ekungagonyweni kwabantwana. Ukusuka 
kuqwalaselo lwamaziko ezempilo angama-64, ii-46%, 67% kunye nama-64% 
ubuncinane abe nalo ilungu elinye lomsebenzi wezempilo oqeqeshiweyo, 
ebefumaneka ukuze afikelele kuzo zonke izithili okanye uluntu kwaye 
ebenesicwangciso esincinane sokubonelela ngezitofu ezithile ngokwahluka kwazo. 
Phantse isiqingatha (i-30; i-47%) samaziko ezibonelelo zezempilo zinenani 
elilinganayo zeesirinji I-auto-disable (AD) iisirinji ezingasebenzi ngokunokwazo emva 
kokusetyenziswa kanye. ii-Auto-Disable (AD) kunye neesirinji ezinokubuyiselwa 
kwisimo sazo sangaphambili/ ezinokuvuselelwa (reconstitution), kwaye ngaphezu 
kweekota ezintathu (51; 80%) zamaqondo obushushu ezikhencezisi zazihlolwa kabini 
ngemini.
Iziphumo zohlobo olusemgangathweni: Imixholo emine yavela kwidatha: imingeni 
kwinkqubo yokugonya, ubuncinane beendawo ezifikekekwayo yokugonya, ulwazi 
olusileleyo /oluphantsi lwabazali / abanonophelo ngokugonya, kunye 
nokubandakanyeka okuphantsi koluntu kwinkonzo yokugonya.
Isiphelo: Iziphumo ezisemgangathweni zisetyenziselwe ukuphuhlisa ukuqonda 
okubambekayo kwesihloko sophando. Umphandi wenze izikhokelo zokugonya ukuze 
kuphuculwe iinkqubo zokugonywa kwabantwana kwiindawo zasefama/ 
zasemaphandleni kunye nokukhokela iingcali zezempilo kunye namaqabane 
aphumeza ugonyo ekuphuculeni ukufikelela kwiindawo ezininzi zokugonya kunye 
nokunciphisa inani labantwana abangagonywanga.
 
Isizinda: Uhlelo lwamanje lokulethwa kwezinsiza zezempilo lwase-Ethiopia 
lunezinhlaka ezintathu, okungukuthi ukunakekelwa kwezempilo okuyisisekelo, 
okwesibili kanye nokwemfundo ephakeme. Isakhiwo sokuphatha sohlelo lokugoma e Ethiopia sisekelwe esakhiweni sokuphatha sezwe kusukela kuhulumeni 
wesifundazwe kuya ezingeni lesifunda kanye neyunithi yokunakekelwa kwezempilo 
okuyisisekelo.
Inhloso: Inhloso yalolu cwaningo kwakuwukwenza imihlahlandlela yokuthuthukisa 
izinhlelo zokugoma izingane emphakathini wabafuyi besiFunda saseSomali, e Ethiopia.
Izindlela: Umcwaningi usebenzise indlela yamasu exubile yokuqoqa imininingwane 
ehlanganisa echazayo kanye neyezinombolo. Kwakhethwa abaphenduli abangu-300 
kanye nezikhungo zezempilo ezingama-64 ezinhlelweni zokuthola indlela abantu 
abacanga futhi abazizwa ngayo ezindaweni zaseShebele esiFundeni saseSomali 
kusetshenziswa amasampula ezigaba eziningi nezindlela ezilula zokwabela ilungu 
ngalinye inombolo; abahlanganyeli abayi-12 ekunikezeni imininingwane ejulile 
ngokuziphatha kwabantu bakhethwa ngezindlela zesampula ezihlosiwe. Mayelana 
nezindlela zocwaningo ezichazayo neyezinombolo, imininingwane yahlaziywa 
kusetshenziswa inguqulo ye-SPSS 25.0 kanye ne-ATLAS.ti 8, ngokulandelana.
Imiphumela
Imiphumela yezinombolo: Sekukonke, abangama-285 (94.9%) kwabangama-300 
abaphendula babezwile ngokugonywa. Ngaphansi kwengxenye, 139 (46.3%), inani 
elimaphakathi lezinkomba zolwazi belingaphansi kwalaba abaphendulile. Phakathi 
kwezingane ezake zagonyelwa ukugonywa njalo, abazali/abanakekeli abayi-184
(79%) babenamakhadi okugoma izingane. Isamba sesisonke sezingane ezithole 
ukugonywa okugcwele okusebenzayo kwaba ngama-81 (27%), ama-39 (13%) 
agonywe ingxenye kanti eziyi-180 (60%) azigonyiwe. Okutholakele kuveza amabanga 
amade lapho okugonywa khona (56; 19%), amahlebezi amabi (89; 30%) kanye 
nesikhathi eside sokulinda (55; 18.3%) njengezinye zezithiyo ezinkulu zokungagomi 
izingane. Ezikhungweni zezempilo eziqashiwe ezingama-64, ama-46%, 67% kanye 
nama-64% okungenani anelungu elilodwa labasebenzi bezempilo abaqeqeshiwe, 
ezitholakalayo ukuze zifinyelele kuzo zonke izifunda noma umphakathi futhi zibe 
nohlelo oluncane lokuhlinzeka ngemithi yokugoma ethile, ngokulandelana. Cishe 
ingxenye (30; 47%) yezikhungo zokunakekelwa kwempilo inenani elilinganayo 
lemijovo yokugoma enesici sokuvimbela ukusetshenziswa kabusha nemijovo
yokuvuselela kabusha, futhi ngaphezu kwezingxenye ezintathu (51; 80%) zamazinga 
okushisa esiqandisi aqashwe kabili nsuku zonke. 
Imiphumela echazayo: Izindikimba ezine zavela emininingwaneni: izinselele ngohlelo 
lokugoma, ukutholakala okuphansi kokugoma, ulwazi oluncane lwabazali/abanakekeli 
mayelana nokugoma, nokubamba iqhaza okuncane komphakathi ensizakalweni
yokugoma.
Isiphetho: Okutholwe ngocwaningo oluchazayo kusetshenziswe ukuthuthukisa 
ukuqonda okuphathekayo kwesihloko socwaningo. Umseshi wenze imihlahlandlela
yokugoma ukuze kuthuthukiswe izinhlelo zokugoma kwezingane emiphakathini 
yabafuyi kanye nokuqondisa ochwepheshe bezempilo kanye nabalingani 
abasebenzisa ukugoma ukuze kuthuthukiswe ukutholakala kokugoma nokunciphisa 
inani lezingane ezingagonyiwe.